Imiqathango
- Imali
yokwenza umbongo ngama – R30.00
- Umngeneli makathabathe inxaxheba kube kanye kwiqela ngalinye
- Abangeneli besikolo esinye okanye isitudiyo esinye bayakhuthazwa bangakhethi isiqwenga esifanayo. Ukuba bakhetha esifanayo mabasivelele kwinkalo ezahlukeneyo.
- Nceda uthumele ikopi yesiqwenga ibhalwe ngomatshini (ukuba unendlela). Yiba nesihloko negama lombhali. Abezilinganiso, ubaliso mabali, intetho yasesidlangalaleni kuny nemidlalo elingiweyo ngabaniniyo abachaphazeleki. Bona bayakuchaza nje isihloko.
- Isiqwenga sifunde usazi ngentloko kuba unfundo ephepheni aluvemelekanga.
- Abangeneli mabaqaphele ixesha.
- Isinxibo sesikolo nempahla yemidlalo ivumelekile ngaphandle kokuba unikwe eminye imiyalelo.
- Akuvumelekanga naphantsi kwayiphina imeko ukutetha nomchongi. Imibuzo ingabhekiswa kumnxibelelananisi okanye isekelamchongi.
- Abathabathi-nxaxheba naya kujongwa kwimiba eliqela:
IMIBA NGOKUBANZI
- Ukuzilungiselela, ukumilisela ingqondo nombano
UKETHO LWEZINTO ZOKUSEBENZA
- Khetha isiqwenga esifanelekileyo, osilandelayo nesinomdla kuwe.
UKUCACISA
- Bonakalisa ukuba unolwazi nombono, kwaye uyawulandela umsebenzi lowo.
UNXIBELELWANO
- Unxibelelwano mayibe lolwemveli ibe loluchukumisayo
- Sebenzisa Amandla akho ngendlela eyiyo.
- Ukuqiniseka nokuthetha ngokuthe gca
- Ukutshintshatshintsha kwelizwi nesingqi.
- Okuhambelana nomxholo.
- Unxibelelwano nentsebenziswano nabaye abaseqeleni.
- Abaqeqeshi nabafuni bayakhuthazwa akuba basebenzise elithuba ukufunda kwabanye. Bayacelwa kanjalo bazole de kugqitywe kwicandelo elo, ngaphandle kokuba balindeleke kwenye indawo kwangoko.
YONWABANI !!!
UMHOBE WOMTU NGAMNYE
- Khetha umhobe nakuyiphina incwadi eshicelelweyo. Nceda ugqithise icwecwe kumchongi.
IPROZI YOMNTU NGAMNOYE
- Khetha isicatshulwa nakuyiphina incwadi eshicelelweyo. Ingasisincoko okanye ibali elifutsshane.
- Isicatshulwa esi masifundwe zesithethwe singabi ngomdlalo.
- Nceda ugqithise ikopi kumchongi.
UKUBALISWA KWEBALI NGUMTU OMNYE
- Balisa ibali ngamazwi akho ngendlela yeakuthi ibe nomdla. Lingawynyani okanye uliqambe.
- Ukusetyenziwa kwemfinaekisongqondweni, izibongo, ilizwi, ingoma, ezinye ilwimi nomculo ongabheke phi kuvumelekile.
- Icwecwe alifuneki nganto
UKUTHETHA ESIDLANGALALENI OKULUNGISELELWEYO
- Khetha isihloko, ulungise intetho ongayinika ngaso kweimeko ezukileyo okanye ezolileyo.
- Uvumelekile ukuba imiba ephambili uyibhale.
- (Akufuneki sicengcelezo)
- Tsala umdla wababukeli, ubenze bathyileke basho izinto bazibone ngeliso elitsha.
- Akufneki cwecwe.
UMDLALWANA OWENZIWA NGUMTU OMNYE
- Khetha isiqwengana nakuwuphina umdlalo oshicelelweyo uwudlale ngokunga useqongeni okanye kumabonakude.
- Uvumelekile kusebenzisa imo yeworkshop umz: izitulo njalo.
- Sebenzisa ingxoxo yanabini, inteshukumo, isilinganisonesandi kunye nezinye ilwimi kancinane.
- Nceda ugqithise icwecwe kumchongi.
IVESI ECULAYO
- Khethani umhobe nakuyiphina incwadi eshicelelweyo.
- Iqela malibe nabantu abalishumi nagaphezulu.
- Akufuneki mbhexeshi.
- Nceda ugqithise ikopi kumchongi.